Stop smoking
Ukutshaya
I advise you to
Ndicebisa uyeke
Stop drinking
Ukusela
Eat veggies
Utye imifuno
Exercise
Ujime
Drink milk
Sela ubisi
Drink lots of water
Usela amanzi kakhulu
Take your arvs
Kufuneka uthathe iarv
Check your cd4 count
Khangela icd4 yakho rhoqo
Donthave sex
Yeka ukwabelama ngesondo
1 partner
Yibe neqabane elinge
Use a condom
Sebenzisa ikhondumu
Say bye
Ndiya hamba ngoku sobunana kwakhona
Enkosi kakhule, hamba kakuhle