Umama ubetha ikati
Umama akabethi kati
Ilifu liyashukuma
Ilifu alishukumi
Isidenge siyathetha
Isidenge asithethi
Niyandiva nabafana
Anindiva bafana
Ubuso buhle
Ubuso abubuhlanga
USipho utya ukutya
USipho akatyi kutya
Nditsho kuni madoda
Anditsho kuni madoda
Siyakuva mama
Asikuva mama
Sikhona isikolo namhlanje
Asikho isikolo namhlanje
Umama akathandi kupheka
Umama uthanda ukupheka
Akatsho ukuba hamba
Utsho ukuba hamba
Asifuni kutya
Sifuna ukutya
Andithandi kulila
Ndithanda ukulila
Akasithandi siXhosa
Uyasithanda isiXhosa