Use a condom
Kufuneka usebenzise icon com
The sickness is caused by bacteria found in the human private parts
Esifo sibangelwa zintsholongwane ezihlala kwilungu lobufazi okanye elobudada
Drink lots of water
Sela amanzi kakhulu
You must wipe from front to back
Kufuneka wosule ukusuka ngaphambili ukutya ngasemva xa usetoilet
You must wash your private parts well
Kubalulekile uhlambe ubudada ubufazi kakuhle