Do you work?
Uyasebenza na?
Are you employed?
Uyaphangela na?
Yes, I work at…
Ewe, ndisebenza / ndiphangela kwa/e…
I am employed
Ndiyaphangela
No, I am not employed
Hayi, andiphangeli
I am working
Ndiyasebenza
No, I don’t work
Hayi, andisebenzi
I am still studying
Ndisafunda
No, I’m not studying
Hayi, andifundi
I’m not hearing you well
Andikuva kakuhle
I understand
Ndiyaqonda
I don’t understand
Andiqondi
I am asking
Ndiyabuza
I’m not asking
Andibuzi